IsiXhosa
Children’s books written in IsiXhosa

Izilwanyana Zasefama – Farm Animals
Izilwanyana zasefama – Farm animals unpacks the world of farm animals presented in a bilingual format, namely in isiXhosa to English. Language(s): isiXhosa – English (bilingual)
R160.00

uWanda
Khawudibane noWanda, onesihlwitha seenwele ezinhle. Ukhaliphile yaye womelele, kodwa akonwabanga kuba usoloko echwikishwa ngalo lonke ixesha ngamakhwenkwe afunda nawo esikolweni. Ngokumane ekhumbula iimfihlelo zikaMakhulu wakhe ngokubotshwa, ukuqhinwa nokukanywa kweenwele, uyaqalisa ukuyamkela into yokuba iinwele zakhe zisisithsaba ekufuneka aziqhenye ngaso. Language(s): isiXhosa
R130.00

Yheke Yanga!
UYanga yintshatsheli ka3Toti kwindawo ahlala kuyo. Ubomi bakhe buyatshintsha ngokupheleleyo xa isakhona sakhe sika3 Toti siguqulela kumdlalo weqakamba. Bukela isakhona esiqaqambileyo sikaYanga simsusa kwiqela lesikolo sasekuhlaleni simbeka kwizinga lemidlalo yehlabathi, njengeye yeentshatsheli zomdlalo weqakamba odlalela iqela loMzantsi Afrika kwindebe yehlabathi. Language(s): isiXhosa
R140.00

Utatomkhulu uMandela
Ngenye imini babuza umakhulu wabo imibuzo eli-15 ngobomi bukatatomkhulu wabo. Bathi beyiqukumbela incoko yabo babe befunde ukuba utata uNelson Mandela wayengumlweli wenkululeko. UMongameli welizwe, nguye nowaphumelela imbasa yaphesheya yesipho soxolo, lonto yatsho yabenza baqhubeka nokuhlonipha umsebenzi wakhe nanamhlanje. Language(s): isiXhosa
R180.00

Nelson Mandela - Indlela ende eya enkululekweni
Funda ibali elimangalisayo leqhawe lokwenyani lamaxesha ethu uze ubone indlela inkwenkwana eyathiywa igama elithetha ‘umqhwayi-nkathazo’ nguyise eyathi yakukhula yalwa ngayo nocalucalulo, yaba ngumongameli omnyama wokuqala eMzantsi Afrika kwaye yaphum’ iphulo isilwela inkululeko nobulungisa ehlabathini jikelele. Language(s): isiXhosa
R200.00

Simunye
Singabukeka singafani mina nawe, sizwakale sehlukile, senze okwehlukile, sidle ukudla okwehlukile, futhi sihlale ezindaweni ezahlukene kodwa uma ngibuka emehlweni akho, ngizibona mina uqobo. Incwadi eduduzayo futhi ethinta imizwa, emayelana nobungani kanye nobuntu eyenza sithokozele okwehlukile nokufanayo kithina. Language(s): isiXhosa
R140.00
What others say
Magudulela Family
“Our family has truly enjoyed exploring each page as our children finally learn their home languages. We truly thank Origins Publishers for creating products that make learning fun for our whole family.”
Ashleigh Rautenbach
Ashleigh Rautenbach
“Origins Publishers has finally made learning new languages accessible and possible. I grew up speaking isiZulu as a child, and now I can teach my son how as well, with greater confidence because of the bilingual format”.
Sign up to our newsletter to receive updates on future books and learning materials.

Safe and secure checkout